Go to full page →

34—Imfundo Yenene, uQEqeshO LOBUvangeli UL 311

Imfundo yenyaniso kukuqeqeshela ubuvangeli. Wonke unyana nentombi kaThixo ubizelwe ukuba abe ngumvangeli; sibizelwe emsebenzini kaThixo nowabanye abantu; nokuba ukulungela kwethu lo msebenzi kumele kube yinjongo yemfundo yethu. UL 311.1