Go to full page →

Icandelo III—Umshumayeli wobulungisa AN 301

Anokuthatyathwa na amaxhoba kwigorya,
bainde na abathinjiweyo bengamalungisa?
Inene, utsho uYehova ukuthi, Nabathinjwe
ligorha baya kuthatyathwa, namaxhoba
omngcangcazelisi aya kusinda.” “Baya
[kudana] bedanile abakholosa ngemifanekiso
eqingqiweyo, abathi kwetyhidiweyo,
Ningoothixo bethu.” Isaya 49:24, 25; 42:17.