Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ibali Lenkululo

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Ingqumbho kaSatana

    USatana kwakhona wacebisana nezithunywa zakhe, waza enentiyo enkulu ngakulaulo lukaThixo wa zixelela ukuba ngethuba asenawo amandla negunya lakhe phezu komhlaba, imizamo yazo ma iphindwe kalishumi ngamandla ekuchaseni abalandeli bakaYesu. Azizuzanga loyiso ekuchaseni uKristu, ngoko ke ma ziboyise abalandeli bakhe, ukuba kunokwenzeka. Kuso sonke isizukulwana ma zizamele ukubambhisa aabo bafuna ukukholwa kuYesu. Wazixelela izithunywa zakhe ukuba uYesu ubanike abafundi bakhe igunya lokuzikhupha, babaphilise aabo ziya kubathuthumbhisa. Zaphuma ke izithunywa zikaSatana zinjengeengonyama ezigqumayo, zifuna ukutshabalalisa abalandeli bakaYesu.IL 217.3

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents