Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ibali Lenkululo

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Idinga Lokubuya Kwakhona

    Xa abafundi babondele kalusizi ezulwini ukuba bayibone okokugqibela iNkosi yabo enyukayo, izithunywa ezibini ezivethe iingubo ezimhlophe zema ngakubo, zathi, “Madoda, maGalili, nimele ni na nondele ezulwini? Kwa yena lo Yesu unyusiweyo kuni, wasiwa emazulwini, uya kuza ngoluhlobo nimbone esiya ngalo emazulwini.” Zenzo 1: 11. Abafundi kunye nonina kaYesu, owaye kubonile kunye nabo ukunyuswa kukaNyana kaThixo, babuchitha ubusuku obulandelayo ngokuthetha ngezenzo zakhe ezingummangaliso nangeziganeko ezingaqhelekanga nezizukileyo ezehla ngexeshana elifutshane.IL 217.2

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents