Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ibali Lenkululo

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    UYesu Phambhi koPilato

    Kwa sekuqaleni uPilato waneliswa ukuba uYesu akanguye umntu nje. Wakholelwa ukuba ungumntu osimilo sigqibeleleyo emsulwa kwaphela kumatyala awayebekwa wona. Izithunywa ezazisibonela esi siganeko zaziphaula izimvo zeRuluneli yomRoma, kwathi ukumsindisa ekuzifakeni esenzweni esoyikekayo sokumnikela ukuba abethelelwe uKristu, kwathunyelwa isithunywa kumkaPilato, samnika inkcazelo ngephupha yokuba nguNyana kaThixo lowo indoda yakhe ihlalele ukuthetha ityala lakhe, nokuba ungumba- ndezelwa omsulwa. Kwa oko yena wathumela isigidimi kuPilato, emxelela ukuba uve izinto ezininzi ezibuhlungu ephupheni ngenxa kaYesu emyala ke ukuba angabi nanto yokwenza kuleNdoda ingcwele. Isigidimi eso, sityhudisa ngokukhauleza esihlweleni eso, sabeka incwadi esandleni sikaPilato. Xa ayifundayo, wangcangcazela bamatsheka ubuso bakhe, wazimisela kwa oko ukuba angabi nanto yokwenza ngokubulawa kukaYesu. Ukuba amaJuda ayalifuna igazi likaYesu, waye ngayi kusebenzisa mpembhelelo yakhe kuloo nto, kodwa wayeza kusebenzela ukumkhulula.IL 195.2

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents