Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Isondlo

    Indawo ebalulekileyo emsebenzini womongikazi kukukhathalela isondlo sogulayo. Ogulayo kufuneka angavunyelwa ukuba agule okanye aphelelwe ngamandla ngokungafanelekanga ngokuswela isondlo, nokuba angaze amandla okucola ukutya esiswini, esihleli singenamandla, adodobaliswe ngokusetyenziswa kakhulu. Ubulumko buyafuneka xa kulungiswa kunikwa ukutya ukuqinisekisa ukuba kuya kubamnandi, kodwa ubulumko kufuneka buqinisekise ukuba kuzifanele izidingo zogulayo, ngobuninzi nangexabiso. Ngamaxesha okuchacha ngokukodwa, xa ukufuna ukutya kuphezulu, ngaphambi kokuba amalungu asebenza ukutya abuyelwe ngamandla, kukho ingozi enkulu enokubangwa ziimpazamo kwisondlo.UL 168.3

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents