Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Ukucoceka

    Ukufuneka kokucoceka komntu ngokwakhe kwakufundiswa ngeyona ndlela inika umdla. Phambi kwentlangano kwiNtaba yaseSinayi ukuba iphulaphule ukuvakaliswa komthetho lilizwi likaThixo, abantu kwafuneka bahlambe iziqu zabo kunye nempahla zabo. Lo myalelo wawunyanzeliswa ngesohlwayo sokufa. Kwakungekho kungcola kunokunyamezeleka ebusweni bukaThixo.UL 216.4

    Ngexesha lokuhlala entlango, amaSirayeli ayekholisa ukuba phandle emoyeni, apho umoya wawungangcolanga kangako kunaxa kuhlelwe kwizindlu ezisondeleleneyo. Kanti ke, sekunjalo, ukugcinwa ngokungqongqo kococeko kwakufuneka, ngaphakathi nangaphandle kweentente zawo. Kwakungavunyelwa ukuba inkunkuma ibekho ngaphakathi nakwinkampu ebajikelezileyo. UL 216.5

    “UYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kweminquba yakho, ukuba akuhlangule, azinikele iintshaba zakho kuwe. Ize icokiseke iminquba yakho.” Duteronomi 23:14.UL 217.1

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents