Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    13—Amahlwempu Angakwazi Kuzinceda

    Xa kuthe konke kwenziwa okube kunokwenziwa ukunceda amahlwempu ukuba akwazi ukuzinceda, kusasele umhlolokazi nenkedama, ogugileyo, ongakwazi kuzinceda, kunye nogulayo, abasafuna uvelwano nokukhathalelwa. Mabangaze batyeshelwe aba. Banikelwe nguThixo ngokwaKhe kwinceba, kuthando nenkathalelo enobubele kubo bonke abo abenze amagosa waKhe.UL 151.1

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents