Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Okuhle Okujikeleze Ikhaya

    UThixo uyayithanda into entle. Wambese umhlaba namazulu ngobuhle, waza, ngovuyo lukaTata, wabukela ukonwaba kwabantwana baKhe ngenxa yezinto athe wazenza. Ulangazelela ukuba siwajikeleze amakhaya wethu ngobuhle bezinto zendalo.UL 289.3

    Kufuphi kubo bonke abahleli emaphandleni, nokuba bahlupheke kangakanani, anako amakhaya wabo ukujikelezwa yintwana yengca, imithi yomthunzi embalwa, amatyholo aveza iintyatyambo, okanye ivumba elimnandi leentyatyambo. Kanti ngaphezu kwako konke ukuhombisa okwenziwayo, ezi zinto zenza kubeko ukonwaba kulo lonke usapho. Ziya kuzisa ebomini basekhayeni impembelelo ethambileyo nechubekileyo; zikuqinise ukuthandwa kwendalo, zenze nokuba amalungu osapho asondelelane elinye kwelinye nakufuphi ngakumbi kuThixo.UL 289.4

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents