Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    “Hlalani KuM.’

    UKristu uyasibiza, esithi: “Hlalani kum, mna ndihlale kuni. njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalanga emdiliyeni, ngokunjalo aninako nani, ningahlalanga kum. . . . Lowo uhleli kum, ndibe mna ndihleli kuye, yena uya kuthwala isisqhamo esininzi; ngokuba, ningekum, aninakwenza nto. . . . Ukuba nithe nahlala kum, namazwi am ahlala kuni, nocela into enisukuba niyithanda, niyenzelwe. Uzukiswa uBawo ngale nto, yokuba nithwale isiqhamo esininzi; niya kuba ngabam abafundi ke.UL 416.3

    “Njengoko uBawo wandithandayo, nam ndanithanda; hlalani ke eluthandweni lwam. . . .UL 416.4

    “Asinini enanyula mna; ndim owanyula nina, ndanimisela ukuze niye nithwale isiqhamo, nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko enithe nakucela kuBawo egameni lam, nikunikwe.” Yohane 15:4-16UL 416.5

    “Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba uthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.” IsiTyhilelo 3:20.UL 416.6

    “Lowo weyisayo ndiya kumnika ukuba adle kuyo imana efihlakeleyo, ndimnike ilitye elimhlophe; elityeni apho ke igama elitsha libhaliwe, lingaziwa bani ingenguye olamkelayo.” IsiTyhilelo 2:17.UL 417.1

    “Lowo weyisayo, . . . ndiya kumnika ikhwezi lokusa,” “ndaye ndiya kulibhalela phezu kwakhe igama loThixo wam, . . . negama lam elitsha.” Iindima 26-28; 3:12.UL 417.2

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents