Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    8—Ugqirha Ukwangumfundisi

    Ugqirha wenene ungumfundisi. Uyaluqonda uxanduva lwakhe, kungekuphela kwabagulayo abaphantsi kwenkathalelo yakhe ngqo, kodwa nasekuhlaleni apho ahlala khona. Umi njengomalusi wako kokubini—impilo yasemzimbeni nendlela yokuziphatha. Ngumzamo wakhe ukunganeli nje ukufundisa iindlela ezilungileyo zokuphatha abagulayo, kodwa nokukhuthaza imikhwa elungileyo yokuphila, nokusasaza ulwazi lwemithetho-siseko elungileyo.UL 86.1

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents