Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Indalo Ayinguye uThixo

    Umsebenzi kaThixo endalweni ayinguYe ngokwaKhe endalweni. Izinto zendalo zikukuboniswa kwesimilo namandla kaThixo, kodwa akufuneki siyithabathe indalo ngokuba inguThixo. Ubuchule babantu bokwenza buveza izinto ezenziweyo ezintle kakhulu, izinto eziyolisayo elisweni, zaye ezi zinto zityhila kuthi into eyingcamango yomcebi; kodwa into leyo yenziweyo ayinguye umenzi. Asikokwenziweyo, kodwa ngumsebenzi, obalelwa ekuthini ukufanele ukunikwa imbeko. Ngoko ke, nangona ikukubonisa ingcamango kaThixo, asiyiyo indalo, kodwa nguThixo wendalo, ekufuneka ephakanyisiwe.UL 326.3

    “Masiqubude, siguqe:
    Sithobe phambi koYehova.”
    “Uzisesandleni sakhe iingontsingontsi zehlabathi,
    Neencopho zeentaba zezakhe. Ulolwakhe ulwandle, nguyena walwenzayo;
    Nomhlaba owomileyo zawubumba izandla zakhe.”
    UL 326.4

    Ndumiso 95, 6; 95:4, 5.

    UL 327.1

    “Quqelani kulowenza isiLimela namaKroza,
    Uloguqula ithunzi lokufa libe ngumso,
    Imini ayenze mnyama, ibe bubusuku;
    “Uloyila intaba, ulodala umoya,
    Uloxelela umntu into okuyiyo
    ukuthelekelela kwakhe;”
    “Ngulowakhela emazulwini
    amagumbi akhe aphezulu,
    Nophahla lwawo alusekele phezu kwehlabathi.
    Ngulobiza amanzi olwandle,
    Awathululele phezu kwehlabathi:
    NguYehova igama lakhe.
    UL 327.2

    Amosi 5:8; 4:13; 9:6.

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents