Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Imithwalo Yabongi

    Abongikazi, nabo bonke abanokwenza negumbi labagulayo, kufuneka babonakale bonwabile, benenzolo, bekwazi ukuzilawula. Konke ukungxama, ukuthabatheka, okanye isiphithiphithi, kufuneka kungabikho. Iminyango kufuneka ivulwe ivalwe ngobunono, baze bonke abasendlwini bagcine inzolo. Kwiimeko zokuhlasela kwefiva, inkathalo eyodwa iyadingeka xa intlekele ifika nefiva iza kudlula. Ukuqaphela rhoqo kukholisa ukufuneka. Ukungazi, ukulibala, nokungakhathali kubange ukufa kwabaninzi abangeba baphila ukuba babefumene inkathalo eyiyo kubongikazi abanentelekelelo nabacingayo.UL 169.1

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents