Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Amathuba Obomi

    Ixesha esinalo apha lifutshane. Siza kudlula kube kanye kulo mhlaba; njengoko sidlula, masenze kangangoko ngobomi. Umsebezi esibizelwe kuwo awufuni butyebi okanye isikhundla ekuhlaleni okanye isakhono esikhulu. Ufuna umoya onobubele wokuzincama nenjongo ezinzileyo. Isibane, nokuba sincinane kangakanani, ukuba sigcinwe sivutha njalo, singanako ukuba luncedo ekukhanyiseni ezinye izibane ezininzi. Indawo yethu yempembelelo ingabonakala incinane, amathuba esinawo embalwa, esikwenzayo kunganabanga kuyaphi, kanti ke, okuhle esinokukwenza kulele kuthi ngokuthi sisebenzise ngokuthembeka amathuba amakhaya wethu. Ukuba singazivulela iintliziyo zethu namakhaya wethu imithetho-siseko engcwele yobomi, siya kuba ngamajelo emisinga yamandla anika ubomi. Kuya kumpompoza kuphuma emakhayeni wethu imisinga yempiliso,izisa ubomi nobuhle nokuthwalwa kweziqhamo apho ngoku kukho ukubharha nokufa.UL 277.3

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents