“Yiphani, Naniya Kuphiwa Nani”
“[Yenzani] okulungileyo; niboleke ningathembe lutho. Woba mkhulu umvuzo wenu, nize nibe ngoonyana bOsenyangweni; ngokuba yena enobubele kwabangabuleliyo nabangendawo.” Luka 6:35.UL 157.3
“Opha ihlwempu akasweli; ke yena ofihla amehlo akhe uneengqalekiso ezininzi.” IMizekeliso 28:27.UL 157.4
“Yiphani, naniya kuphiwa nani; umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlunguzelweyo, ophalalayo, nowuphiwa esondweni lengubo yenu.” Luka 6:38.UL 158.1