Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Ubuqaqawuli Bomnqamlezo

    Ukubonakalaliswa kothando lukaThixo emntwini kuzinze emnqamlezweni. Ukubaluleka kwawo okupheleleyo ulwimi alunakoukukuxela, usiba alunako ukukuzoba, nengqondo yomntu ayikwazi kukuqonda. Xa sikhangele emnqamlezweni waseKalvari, singasuka sithi, “UThixo wenjenje ukulithanda ihlabathi, ude wancama uNyana waKhe ekuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuYe bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.” Yohane 3:16.UL 336.2

    UKristu owabethelelwa ngenxa yezono zethu, uKristu owavukayo kwabafileyo, uKristu owenyukela phezulu, yisayensi yosindiso esifanele ukuba siyifunde siyifundise.UL 336.3

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents