Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    26—Izivuseleli Nezidakumbisi

    Kudidi lwezivuseleli nezidakumbisi kuqukwe iintlobo ezahlukeneyo zezinto ezithi, zisetyenziswe ngokupheleleyo njengokutya nesiselo ezisityabulayo isisu, zilityhefe igazi, ziyivuse imithambo-luvo. Ukusetyenziswa kwazo kubi ngendlela ebonakalayo. Abantu bafuna izinto ezithabathekisayo, kuba, ngokwangoku, iziphumo zamkelekile. Kubakhona, kodwa, ukuphendula komzimba. Ukusetyenziswa kwezivuseleli ezingeyiyo indalo yoqobo kukholisa ukuya ngakwicala lokubaxeka kwezinto, kwaye kusisenzeleli esisebenza ukukhuthaza ukuhla nokonakala komzimba.UL 253.1

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents