Loading...
Larger font
Smaller font
Copy
Print
Contents

Ulungiselelo Lwempiliso

 - Contents
  • Results
  • Related
  • Featured
No results found for: "".
  • Weighted Relevancy
  • Content Sequence
  • Relevancy
  • Earliest First
  • Latest First
    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents

    Ukulunguza [Ukuhambela] Abagulayo

    Bububele obubheke ecaleni, ingcamango engeyiyo yobubele, ekhokelela ekuhambeleni kakhulu abagulayo. Abo bagula kakhulu akufuneki babe nabahambeli. Ukuthabatheka okuhlangene nokwamkela iifowuni nabantu abezayo kuyamdinisa ogulayo ngexesha akudinga kakhulu ukuphumla okuthe cwaka, okungenaso isiphazamiso.UL 169.2

    Kwisigulana esichachayo okanye esinesigulo esingapheliyo, kukholisa ukuba kube kuhle nokuba kube mnandi ukwazi ukuba siyakhunjulwa ngobubele; kodwa esi siqinisekiso xa senziwe ngesigidimi sovelwano okanye ngesipho esincinane sinako ukuyifeza injongo elunge kakhulu kunaxa kuyiwe ubuqu, nangaphandle kwengozi.UL 169.3

    Larger font
    Smaller font
    Copy
    Print
    Contents